20th October 2014
By Zanele Mayiya Ukuba uhlala kwisixeko esinolwandle , oko kuthetha ukuba ungakwazi ukuchitha usuku nabantwana bakho kunye nabahlobo babo kunxweme.ungadlala nabo imidlalo yaselwandle,okanye ubanike ixesha bokhe iziduli ngesanti , nanjengoba sisazi sonke ukuba ngelixesha lonyaka kukho iminenge equbha kumanxweme ethu, ngoko ningahlala nonke kwindawo ephakamileyo nibukele. Abantwana bayazifela ngolwandle .…