Blogs

Kutheni ookrebe bethanda ukutya iintini zolwandle ezinoboya kunabantu?

19th May 2015

Words by Zanele Mayiya

Lintini zolwandle ezinoboya kokona kutya kuphambili kookrebe abamhlophe abanobunganga, ngoba zinamamafutha amaninzi adingwa ngaba krebe ukubanika amandla.

Ookrebe baziwa ngokuhlasela abantu xa bephazamisekile okanye befuna ukwazi izinto, Ukuba ukrebe ubona umntu exhuma emanzini angazama ukuqonda uba yintoni kutsho kuphele kusenzeka ingozi engalindelekanga. Banokuninzi abanokoyika kuthi kunathi kubo.

Abacingi ngokuba abantu sisidlo esimnandi kubo.

Read the english version here.