By Zanele Mayiya
Ukuba uhlala kwisixeko esinolwandle , oko kuthetha ukuba ungakwazi ukuchitha usuku nabantwana bakho kunye nabahlobo babo kunxweme.ungadlala nabo imidlalo yaselwandle,okanye ubanike ixesha bokhe iziduli ngesanti , nanjengoba sisazi sonke ukuba ngelixesha lonyaka kukho iminenge equbha kumanxweme ethu, ngoko ningahlala nonke kwindawo ephakamileyo nibukele. Abantwana bayazifela ngolwandle . Ukhumbule ukuba ngokuchitha nabo imini elunxwemeni awujonganga ukubonwabisa kuphela, ukwandisa ulwazi lwabo ngendalo efumaneka elwandle!
© Jade Schultz | Save Our Seas Foundation 2014
Read the english version here.